Malunga neUCredit
I-UCredit yimali engasetyenziswa yakwaUbuy. Luhlobo oluthile lwemali ye-intanethi engasetyenziselwa ukuthenga kwaUbuy kusetyenziswa iwebhusayithi okanye iApp. I-UCredit ingasetyenziswa kwixabiso lezinto zonke ezikwitroli yakho xa ubhatala.
Ungafumana iUCredit kwezi meko zilandelayo:
Ngokwenza Imisebenzi:
Ungafumana iUCredit ngezi ndlela:
- Ngokuba Ngumntu Okhuthaza abanye kwaUbuy
- Ngokusebenzelana ne-uGlow
Imali ebuyiswayo:
Ukuba uyafaneleka ukubuyiselwa imali, iza kufakwa kwiakhawunti yakho yeUbuy njengemali onokuyisebenzisa yeUCredit. Imali oyibuyiselwayo inokufakwa kuphela kwiwalethi yomntu njengemali enokusetyenziswa yeUcredit.
Izinto enceda ngazo iUCredit
- I-UCredit inokusetyenziswa ukuze ibhatalele zonke izinto oziodileyo.
- Ukuba i-UCredit yakho ayikwazi ukubhatalela izinto ozithengayo, imali eshotayo ungayibhatala nangayiphi na indlela yokubhatala eyamkelekileyo ekuthiwa unokuyisebenzisa
- I-UCredit inokusetyenziswa kuzo zonke iivenkile ezisemhlabeni ezithumela izinto kwamanye amazwe zeUbuy
- I-UCredit yindlela yokubhatala ibe inokusetyenziswa ngokungqalileyo xa kubhatalwa kungafunekanga kuyiwe kwiwebhusayithi yokubhatala
Imimiselo Nemiqathango yeUCredit
- I-UCredit ayinakusetyenziswa njengekhadi lesipho ku-iTunes, kuAmazon, kuGoogle Play, kuCashU, kuWorld of Warcraft, kwiPlayStation Network, kwi-IMVU, njl njl.
- Imali ebuyiselwayo iza kuvela kwiwalethi yomsebenzisi weUCredit emva kokuba ixesha engabuyiselwa ngayo into ethengiweyo liphelile.
- Yakuba ifakiwe kwiakhawithi yakho yakwaUbuy, iUCredit ingasetyenziswa ukuze kuthengwe ezinye izinto ku-Ubuy.
- I-UCredit iyaphelelwa kwakuphela unyaka oyi-1 ifakiwe. Yakuba iphelelwe, awuzukwazi ukusebenzisa imali enokusetyenziswa ekwiakhawunti yakho.
- I-UCredit ayinakunikwa abanye abantu okanye ifakwe kwezinye iiakhawunti.
Imibuzo Eqhele Ukubuzwa
Ungaya kwicandelo leUCredit apha.
I-UCredit ingasetyenziselwa ukuthenga naziphi na izinto ezikwiiwebhusayithi zikaUbuy.
I-UCredit iyaphelelwa kwakuphela unyaka oyi-1 ifakiwe. Yakuba iphelelwe, awuzukwazi ukusebenzisa imali enokusetyenziswa ekwiakhawunti yakho.
Imali ebuyiselwayo iCashback iza kuvela kwiwalethi yeUCredit yomsebenzisi emva kokuba ixesha engabuyiselwa ngayo into ethengiweyo liphelile.
Hayi, ayinakutshintsheka iUCredit ibe lolunye uhlobo lwemali
I-UCredit ayinakusetyenziswa ukuthenga ikhadi lesipho ku-iTunes, kuAmazon, kuGoogle Play, kuCashU, kuWorld of Warcraft, kwiPlayStation Network, kwi-IMVU, njl njl.
I-UCredit ayinakwabelwana ngayo okanye idluliselwe kwezinye iiakhawunti.