Imibuzo Ebuzwa Qho
-
Imbuyekezo & Imbuyekezo
-
Uodolo kunye nokuhanjiswa
-
ukususwa kwamasiko & ukurhoxiswa
-
iintlawulo kunye nemirhumo
-
amaphulo & izibonelelo
-
ubumfihlo kunye nolwazi jikelele
-
ukuba semthethweni kunye nokuthembeka
No Faq Found
UMTHETHO WOKUBUYISA
Ngelishwa asinayo ipolisi yokutshintsha. Umthengi unokujikisa imveliso engeyiyo, eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye enento yayo engekhoyo / engaphelelanga. Ukuba imveliso yonakele, umthengi kufuneka axelele inkampani eposa izinto ezise loo pasile noUbuy kwiintsuku eziyi-3 izisiwe ibe xa izezinye iimeko ixesha lokujikisa into zintsuku eziyi-7 emva kokuba zizisiwe. Ipolisi yethu ayikwazi kusebenza xa umthengi enento emxhalabisayo emva kweentsuku eziyi-7 into izisiwe. Uxolo ngokuphazamiseka okusenokubangelwa yile nto.
Umthengi kufuneka aqhagamshelane neqela lethu loncedo ukuze axele ingxaki ngemveliso eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye engeyiyo. Ilinki iza kunikwa umthengi kwidilesi yeimeyili ebhalisiweyo emva kokuba iqela loncedo lwabathengi kuye kwaqhagamshelwana nalo.
Yimveliso (iimveliso) engeyiyo, eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye enento yayo engekhoyo kuphela enokujikiswa.
- Umthengi kufuneka aqhagamshelane nathi kwiintsuku eziyi-7 emva kokuba into izisiwe.
- Imveliso kufuneka ibe ayisebenzanga kwaye ibe kwimeko yokuba iphinde ithengiseke.
- Loo mveliso kumele ibe kwipakethi yayo kuquka ibhokisi yegama/yomenzi wayo, ingasuswa ithegi yeMRP, imanyuwali yokuyisebenzisa nekhadi lewaranti.
- Loo mveliso imele ibuyiswe ngumthengi iphelele yonke inezinto zayo zokuyisebenzisa okanye amabhaso asimahla nawo afakwe.
- Iindidi ezithile ezifana nempahla enxitywa ngaphantsi, iibhodi neepeyinti, iimpahla zokuqubha, iimveliso zobuhle, iziqholo, iimpahla eziphisayo, igrosari nokutya okuludidi oluphezulu, ijuwelari, izinto zezilwanyana zasekhaya, iincwadi, umculo, iimuvi, iibhetri, njl.njl., azifaneleki ukuba zijikiswe kuze kubuyiswe imali.
- Iimveliso ezingenazithegi okanye izinto zokuyisebenzisa.
- Iimveliso zedigithali.
- Iimveliso ezisuswe izinto okanye engenayo inombolo yeseriyal.
- Imveliso esetyenzisiweyo okanye edityanisiweyo ngumthengi.
- Neyiphi na imveliso engekho kwimeko yayo okanye kwipakethi yayo.
- Iimveliso ezilungisiweyo okanye ezingekhontsha azifaneleki ukuba zijikiswe.
- Iimveliso ezingonakalanga, ezingamoshakelanga okanye ezingahlukanga kwinto ebiodiwe.
Umthengi unokujikisa imveliso engeyiyo, eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye enento yayo engekhoyo / engaphelelanga. Ukuba imveliso ayikho, umthengi kufuneka axelele inkampani eposa izinto ezise loo pasile noUbuy kwiintsuku eziyi-3 izisiwe ibe xa izezinye iimeko ixesha lokujikisa into zintsuku eziyi-7 emva kokuba zizisiwe. Ipolisi yethu ayikwazi kusebenza xa umthengi enento emxhalabisayo emva kweentsuku eziyi-7 into izisiwe. Uxolo ngokuphazamiseka okusenokubangelwa yile nto.
Umthengi unokujikisa imveliso engeyiyo, eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye enento yayo engekhoyo / engaphelelanga. Kwimeko yeemveliso ezonakalisiweyo, umthengi kufuneka azise inkampani ye-courier eyabelwe kunye ne-Ubuy phakathi kweentsuku ezi-3 zokuhanjiswa kwaye kwimeko yezinye iimeko ifestile yokubuyisela ivuliwe iintsuku ezi-7 emva kokunikezelwa. Ipolisi yethu ayikwazi kusebenza xa umthengi enento emxhalabisayo emva kweentsuku eziyi-7 into izisiwe. Uxolo ngokuphazamiseka okusenokubangelwa yile nto.
Umthengi kufuneka afikelele ezi zinto ukuze akwazi ukujikisa nayiphi na imveliso:
- Umthengi kufuneka aqhagamshelane nathi kwiintsuku eziyi-7 emva kokuba into izisiwe.
- Imveliso kufuneka ibe ayisebenzanga kwaye ibe kwimeko yokuba iphinde ithengiseke.
- Imveliso kufuneka ibe kwipakethe yayo yokuqala kuquka ibhokisi ye-brand / umenzi, incwadi yomsebenzisi, ikhadi lewaranti kunye nethegi ye-MRP ehambelanayo.
- Loo mveliso imele ibuyiswe ngumthengi iphelele yonke inezinto zayo zokuyisebenzisa okanye amabhaso asimahla nawo afakwe.
Umthengi kufuneka aqhagamshelane neqela lethu loncedo ukuze axele ingxaki ngemveliso eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye engeyiyo.
Umthengi kufuneka alayishe yonke imifanekiso efunekayo kunye neevidiyo kunye nenkcazo emfutshane yomcimbi oya kunceda iqela ukuba liphande ityala.
Ukwazi ngakumbi, nceda undwendwele umgaqo-nkqubo wethu wokubuyisela okanye uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso.
UMGAQO-NKQUBO WOKUBUYISELWA
Xa kunokuthi kujikiswe into, inkqubo yokubuyiswa kwemali iza kuqala kuphela emva kokuba ifunyenwe imveliso yaza yahlolwa kwindawo esigcina iimveliso kuyo, ize ibonise ukuba iyazifikelela izinto ezifunekayo ukuba ijikiswe. Kwakuba kuthwe imveliso iyafaneleka ukuba kubuyiswe imali ngayo, imali ebuyiswayo iza kufakwa kwiakhawunti yakho yebhanki/ kwiakhawunti kaUbuy/kwindlela obubhatele ngayo.
Xa siqalisa inkqubo yokubuyisa imali, iza kuthatha malunga neentsuku eziyi-7 ukuya kweziyi-10 zokushishina ukuba imali ibonakala kwindlela obubhatele ngayo. Nakuba kunjalo, ixesha engena ngalo imali ebuyiswayo liyohluka ngokwepolisi yokubhatala yebhanki yakho. Ukuba yiUcredit imali iza kubonakala kwiakhawunti yakho yakwaUbuy kwiiyure eziyi-24 ukuya kweziyi-48. Nceda uqhagamshelane neqela lethu loncedo ukuze ufumane inkcazelo engakumbi.
- Jonga i-akhawunti yakho yebhanki njengoko ukuhlawulwa kwentengiselwano phakathi kweebhanki kunokuthatha ixesha elide kunokuba bekulindelwe.
- Qhagamshelana nebhanki yakho kwaye ube ne-ID yetransekshini ekulungele ukwabelana.
- Ukuba awukayifumani imbuyiselo yemali, nceda uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso kubathengi.
Nje ukuba imveliso ibuyele kwindawo yethu yokugcina impahla, siya kuqalisa ukubuyisela imali. Kuya kuthatha malunga neentsuku zokusebenza ezi-7-10 ukuba imali ibonakale kwindlela yokuhlawula yokuqala. Nangona kunjalo, okufanayo kuyahluka ngokwemigangatho yokuhlaliswa kwebhanki. Kwimeko ye-Ucredit isixa-mali siya kubonakala kwi-akhawunti yakho yase-Ubuy kwiiyure zokusebenza ezingama-24-48. Nceda uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso ngolwazi oluthe vetshe.
Umthengi unokujikisa imveliso engeyiyo, eyonakeleyo, emoshakeleyo okanye enento yayo engekhoyo / engaphelelanga.
Ukuba ioda ayifikanga okanye ilahleke isathunyelwa, kuza kubuyiswa imali.
Nceda ujonge ipolisi yokuthumela nokuncedwa kwabathengi ukuze ufumane iinkcukacha ezingakumbi.
Ioda
Ungalandelela ioda yakho uncedwa yilinki Yokulandelela ioda oza kuyifumana kwi-imeyili/SMS eqinisekisa ioda yakho.
Ungacofa kwindawo yokukhetha Ukulandelela Ioda esezantsi kwiphepha lokulandelela iioda kwiwebhusayithi yethu.
Umntu osebenzisa i-app angayibona indawo yokukhetha ukulandelela ioda kuphawu lwemenyu. Zive ukhululekile ukuqhagamshelana neqela lethu loncedo ukuze ufumane uncedo olungakumbi.
Ngelishwa, asikwazi kuyitshintsha imveliso yakuba ifakiwe ioda.
Ewe, i-invoyisi yeoda ingafumaneka xa iceliwe. Nceda uqhagamshelane neqela lokunceda abathengi ukuze uncedwe.
- Yiya kwinjini yokukhangela yethu ukuze ufumane imveliso oyikhangelayo.
- Cofa kuloo mveliso uyithandayo ukuze ujonge iinkcukacha ezingakumbi ngaloo mveliso.
- Khetha into oyithandayo uze ukhethe ukuba ufuna ibe nkulu kangakanani nesixa. Wakuba uyikhethile qhubeka ngokuthi ucofe indawo ethi Faka Kwitroli.
- Ukuze ubone izinto ezikwitroli, khetha iqhosha elithi jonga itroli. Emva koko, ungakhetha indawo ethi Qhubeka Uthenga ukuba ufuna ukufaka izinto ezingakumbi okanye ethi Qhubeka uye kwindawo yokubhatala ekhuselekileyo ukuba ufuna ukubhatala
- Sebenzisa ikuponi yesaphulelo ukuba ikhona
- Ukuba ufuna ukuqhubekeka njengondwendwe, nceda ufake idilesi yeimeyili nenkcazelo yokuthunyelwa ukuze uqhubeke.
- Ukuba awuqali ukuthenga, nceda ufake iinkcukacha zakho Zokungena kwiakhawunti ukuze uqhubeke.
- Ukuba ungumthengi omtsha ibe unqwenela ukubhalisa, bhalisa ngeenkcukacha zakho zokuqhagamshelana.
- Khetha Indlela Yokuthumela yakho ukuze uqhubeke.
- Cofa indlela yokubhatala oyifunayo uze ucofe indawo ethi qhubeka ukuze ukhethe ukubhatala.
- Ioda yakho iza kufakwa sakube siyifumene imali.
Xa kuthe kanti ayithunyelwanga ioda, nceda uqhagamshelane noncedo lwabathengi lethu okanye inkampani yokuposa eyithumelayo ukuze uncedwe.
Ukuhanjiswa
Iioda ngokuqhelekileyo zithunyelwa ngexesha elichazwe kwindlela yokuthumel ekhethiweyo ngumthengi xa ebhatala.
Xa kufuneka ebhatalele imali yokungenisa izinto elizweni umthengi, into yokuthunyelwa iza kuqinisekiswa yakuba ibhatelwe loo mali.
Ewe, uya kufumana umnxeba / iSMS kwinkampani yekhuriya ngaphambi kokuhanjiswa. Ungalungiselela ukufika kwayo ngaloo ndlela.
- Ukuba uyakwazi ukuyikhetha loo nto kwilizwe lakho. Ungakhetha ukubhatala iimali zokungenisa izinto elizweni neerhafu kwangaphambili okanye ngexesha ezifika ngalo. Le ndlela unokuyikhetha ifumaneka ibe kubalwa ngexesha obhatala ngalo.
- Kuxhomekeka kwilizwe. Iimali zokungenisa izinto elizweni neerhafu zinokufunwa kwangaphambili zize zibalwe xa ubhatala. Akukho nto ekufuneka umthengi ayibhatalele xa ifika ibe ukuba inkampani eposa izinto kukho imali eyibizayo, nceda uqhagamshelane noncedo lwabathengi lwethu ukuze uncedwe.
- Kwamanye amazwe, iimali zokungenisa izinto elizweni neerhafu azifunwa kwangaphambili. Umthengi kuza kufuneka azibhatale ezi mali kwinkampani yokuposa ezise izinto.
Izinto ezikwioda yakho zisenokuthunyelwa zizipasile eziliqela ukuze zifike kuwe ngokukhawuleza kangangoko!
Kodwa ungabinaxhala! Ubizwa imali kanye qha ngokuthumela ioda yakho. Akuzukufuneka uphinde ubhatele ukuba ioda yakho uyifumana ithunyelwa izipasile eziliqela.
ukususwa ozenzele kona
- Ukuba irhafu yezinto ezivela ngaphandle ibhatalwe kwangaphambili: Akukho nto ekufuneka umthengi ayibhatalele xa ifika ibe ukuba inkampani eposa izinto kukho imali eyibizayo, nceda uqhagamshelane noncedo lwabathengi lwethu ukuze uncedwe.
- Xa iimali zokungenisa izinto elizweni neerhafu zingafunwanga kwangaphambili. Umthengi kuza kufuneka azibhatale ezi mali xa zifika izinto.
Inkampani yokuposa izinto idla ngokuyihoya ngokwayo inkqubo yokukhululwa kwezinto ezingena elizweni. Sekunjalo, abasemagunyeni bezinto ezivela ngaphandle basenokufuna kuchazwe into ethile ngokukhawuleza okanye amaxwebhu ongezelelekileyo kumthengi. Kuza kufuneka unikezele ngawo onke amaxwebhu neempepha ezifunekayo ngokukhawuleza kangangoko kwinkampani yokuposa ukuze bakwazi ukuwabonisa abasemagunyeni bezinto ezivela ngaphandle.
Xa amasiko engahlawulwanga kwangaphambili kunye nomyalelo, umthengi unoxanduva lokuhlawula iindleko zamasiko, ukucwangcisa amaxwebhu ayimfuneko, kunye nokufumana ukuthunyelwa kususwe kumasiko.
Ngokumalunga nokuthengwa ngakunye okwenziwe ngumthengi ngewebhusayithi ye-Ubuy, umamkeli kwilizwe ekusingwa kulo kuzo zonke iimeko uya kuba “nguMrhwebi oNgaphandle kweli lizwe” kwaye kufuneka athobele yonke imithetho nemimiselo yelizwe ekusingwa kulo kwimveliso (ii)mveliso. ithengwe nge-Ubuy Website.
Inkampani yekhuriya ihlala ijongana nenkqubo yokukhutshwa kwempahla. Kwimeko apho ukuthunyelwa kubanjwe kwiinkqubo zokukhutshwa kwempahla ngenxa yokungabikho okanye ukungabikho kwamaphepha afanelekileyo / amaxwebhu / isibhengezo / ilayisenisi karhulumente okanye izatifikethi ezifunekayo 'kuMfaki-sicelo oNgenisayo':
- Ukuba 'uMthengisi weRekhodi' uyasilela ukubonelela ngamaxwebhu afunekayo kunye namaphepha kumagunya asemthethweni kwaye ngenxa yoko imveliso (ii) zithathwe ngamasiko, i-Ubuy ayiyi kukhupha imali. Ke ngoko, sicebisa ngamandla ukuba wenze amalungiselelo kwangethuba kwaye ungenise amaxwebhu afanelekileyo xa ucelwe ngabasemagunyeni.
- Ukuba ukuthunyelwa kubuyiselwa kwi-warehouse yethu xa kukho amaphepha alahlekileyo / angekhoyo njl Iintlawulo zokuthumela kunye nokubuyisela aziyi kufakwa kwimbuyekezo.
- Product category and price
- Shipping costs and package weight
- Customs clearance channel
- Storage charges may apply if there is any delay in submitting the required paperwork.
- Customs duty-based import taxes
- Import duties are levied in accordance with the destination country's tariff schedule.
- The customer may receive multiple shipments for a single order; customs charges will be applied to every shipment accordingly.
Lati yago fun idaduro ni gbigbe, aṣa le nilo awọn iwe aṣẹ wọnyi lati ẹgbẹ rẹ:
- National ID
- Tax ID
- Passport
- Proof of Payment
- End use of the item
- Doctor prescription
- NOC
Iziphathamandla zeCustoms zisenokufuna amaxwebhu awongezelelweyo angadweliswanga ngasentla. Uya kwaziswa yinkampani yekhuriya ukuba uxwebhu oluthile luyafuneka ngeenjongo zokucoca.
Xa iimali zokungenisa izinto ezivela ngaphandle zibhatalwe kwangaphambili, ayikho enye imali eza kufunwa.
Xa iimali zokungenisa izinto ezivela ngaphandle zingabhatalwanga kwangaphambili, ezi mali zilandelayo zisenokuqokelelwa yinkampani yokuposa:
- Iimali yokuthumela
- Indawo Yokugcina Izinto ukuba umthengi khange athumele uxwebhu olufunekayo ngexesha elufunwa ngalo
- Iirhafu
- Iimali zokugcina izinto
- Iimali zokulawula le nkqubo
ukurhoxiswa
- In the event that the order is not processed by the seller, a complete refund will promptly be issued from our side once the cancellation of the order is confirmed.
- Conversely, if the item you've ordered has been dispatched by the seller prior to cancellation, it is important to note that a minimal Cancellation Charge may apply. This fee is designed to cover any handling or processing costs incurred by the seller up to the point of dispatch, ensuring a fair and transparent approach to cancellations after the product has left their premises.
- Furthermore, when the product has been dispatched from our warehouse to your country, it is essential to understand that the cancellation option may no longer be available due to the logistical complexities involved in international shipping.
- Yiya kwiakhawunti yakho
- Phantsi kwendawo ethi ezisandula ukuodwa, cofa ethi rhoxa uze ufake isicelo sakho
- Ukuba ayikho indawo yokukhetha ukurhoxisa ioda, nceda uqhagamshelane neqela elinceda abathengi lokurhoxisa ioda.
INTLAWULO
Akukho mali yongezelelekileyo ayibizayo u-Ubuy ngaphandle kweyokuthumela neyokungenisa izinto zangaphandle elizweni. Xa ubhatala ngemali yelizwe elithile, ibhanki yakho inokutsala imali ngomahluko kwimali yelizwe ukuba kuthengwa ngeedola zaseMerika ($), ngeYuro (€) okanye ngayo nayiphi na enye imali yelizwe.
Ngezantsi zindlela zokubhatala ezixhaphakileyo.
- PayPal
- VISA/Mastercard
Ezinye iindlela zokubhatala zinokufunyanwa ezantsi kwiwebhusayithi
- Jonga isteytimenti sakho sebhanki/sekhadi ukuze ubone enoba imali ibuyiselwe kwiakhawunti yakho.
- Linda iiyure eziyi-24 Imali etsaliweyo iza kubuyiselwa kwiakhawunti yakho ngokuzenzekelayo.
- Qhagamshelana neqela lethu loncedo ukuze ufumane uncedo olungakumbi.
- Xa iimali zokungenisa izinto ezivela ngaphandle zibhatalwa kwangaphambili: Iimali neerhafu zezinto ezivela ngaphandle ebizwayo xa ubhatala iyaqikelelwa ayiyo ngqo. Ukuba eyona mali yezinto ezivela ngaphandle inkulu kunaleyo iqikelelweyo etsaliweyo xa ubufaka ioda, uUBUY uza kuzibhatala iimali ezongezelelekileyo ezibizwayo.
- Xa iimali zokungenisa izinto ezivela ngaphandle ingabhatalwa kwangaphambili: Iimali Neerhafu Zezinto Ezivela Ngaphandle iza kubalwa ngabasemagunyeni bezinto ezivela ngaphandle.
Xa imeko yeoda ibonisa ukuba ibanjiwe okanye irhoxisiwe loo nto ithetha ukuba asiyifumenanga imali yayo. Ukuba imali yezinto oziodileyo itsaliwe kwiakhawunti yakho, ibe imeko yeoda yakho isabonisa ukuba ibanjiwe okanye irhoxisiwe. Ungalinda iintsuku ezimbalwa ukuze imali ibuyele kwiakhawunti yakho okanye uqhagamshelane nokunyamekelwa kwabathengi ukuze ufumane uncedo olungakumbi.
amaphulo kunye nezibonelelo
Imimiselo nemiqathango edweliswe ngaphantsi Kwamaphulo Nezaphulelo ikho ibe isebenza kuphela ngexesha elimiselweyo. Le mimiselo nemiqathango ayisebenzi kwiimveliso ezisele zinesaphulelo.
Umele ufake ikhwoudi yekuponi yakho yesaphulelo kwindawo efanelekileyo kwiphepha letroli okanye lokubhatala. Nceda uqinisekise ukuba akukho zithuba zongezelelekileyo ngaphambi okanye emva kwekhowudi okanye phakathi kwayo njengoko uyibhala okanye yikope uyibeke kwibhokisi yayo.
Ikhowudi yekuponi isebenza kuphela kwixabiso lemveliso. Izaphulelo azisebenzi kwiimali zokuthumela nezokungenisa izinto ezivela ngaphandle.
ubumfihlo kunye nolwazi jikelele
- Sisebenzisa ii-cookie kwiwebhusayithi yethu ukuze siqokelele ingxelo manani yomntu ongene kuyo, kusenzelwa ukumchazela ngezinto ezithengiswayo nokuze abe nexesha elimnandi xa esebenzisa iwebhusayithi yethu. Sisenokuyihlaziya le nkcazelo ngamaxesha athile njengoko kufuneka.
- Sicebisa ukuba umane ungena qho kweli phepha ukuze wazi izinto ezintsha kwinkcazelo engee-cookie esizisebenzisa kwiwebhusayithi yethu.
- Imvume Yakho - Uyavuma ukuba thina nabantu bethu ababonelela ngeenkonzo sizisebenzise ii-cookie ngokucofa indawo yokukhetha ukwamkela ii-cookie ngoxa ungene kwiwebhusayithi yethu.
- Ndingayirhoxisa imvume yam?
Ewe. Ukuba ufuna ukurhoxisa imvume yakho, uza kudinga ukucima ii-cookie ezigcinwe kwidivayisi yakho kwiisetingi zebrawza zakho. Ngaphezu koko, tshintsha iiseting zebrawza yakho ukuze zingasebenzi ii-cookie kwixesha elizayo ukunqanda ukuba ii-cookie zigcinwe kwidivayisi yakho.
Ungasifowunela, usithumelele i-imeyili okanye ngeencoko eziqhubeka kwangoko nanini na usebenzisa iinkcukacha ezifumaneka kwiphepha elithi 'Qhagamshelana nathi'.
Iimveliso ezifezekisiweyo zezo sizifumana Kwivenkile Kumazwe abathengisi (EMerika, eUK, eTshayina, eJapan, eHong Kong naseKorea). Ezi mveliso ziza kuthunyelwa lingekapheli ixesha ebekuthiwe ziza kuthunyelwa ngalo.
Iimveliso ezingafezekiswanga zezo zenziwa zifumaneka kuwo ngokusebenzisana nezinye iinkampani ezizithengisayo. Ezi nkampani zithengisayo zifumaneka ngaphandle kwevenkeli yamazwe ezi mveliso. Ngenxa yaloo nto, kunokuthatha iintsuku eziyi-10 ukuya kweziyi-40 ukuba zithunyelwe ezo mveliso. Siyakukhawulezisa ukuthunyelwa kwezinto zakuba zifikile kwindawo yethu esigcina kuyo izinto.
ukulungisa ingxaki
Nceda ususe ii-cookie kwibrawza yakho ngaphambi kokufaka ioda.
- Yiya kwizixhobo
- Susa izinto zangaphambili
- Susa ii-cookie
- Nceda uqhubekeke emva kokuqalela ibrawza yakho..
Le ndlela inokwahluka kancinci kuxhomekeke kwibrawza oyisebenzisayo.
Ukuba awukakwazi ukufaka ioda, nceda uqhagamshelane neqela lethu lokunceda abathengi ukuze ufumane uncedo olungakumbi.
ukhuseleko
Zonke iimveliso zithunyelwa kubathengi kusetyenziswa i-invoyisi eye yenziwa kwi-intanethi xa bekugqitywa ukubhatala.
Zonke iidilesi ekuza kuthunyelwa kuzo zibhalwa kwingxelo yokuthumela zize ziqinisekiswe ngamasebe ethu ngaphambi kokuba kuthunyelwe.
Ukuba isistim yethu ibonisa nayiphi na nto ibubuqhetseba, siyayiqinisekisa le nto ngokuhlola zonke izinto ezisetyenziswa ukuze kubhaqwe ubuqhetseba. Ukuba unamathandabuzo, kuza kurhoxiswa ukuthenga uze ubuyiselwe imali kwiintsuku eziyi-7 ekusetyenzwa ngazo.
ukuba semthethweni
U-Ubuy yiwebhusayithi yokuthenga kwi-intanethi emhlabeni wonke esemthethweni ibe ikomkhulu yayo iseKuwait. Yiwebhusayithi yokuthenga ethenjwa kwindawo yonke enabathengi abazimiliyoni emhlabeni wonke abakhokelelwa ukuba umthengi uhoyeka kakuhle
Thina kwaUbuy sizithobela zonke iiprothokoli neepolisi zokuthengisa kwi-Intanethi kuwo wonke amazwe angaphezu kwayi-180 esisebenza kuwo. Sizama ukusoloko sitshintsha njengoko ukuthengisa kwi-Intanethi kusiba nezinto ezitshintshayo ngokutshintsha nangokusebenza ngendlela ethile ukuze sifikelele izinto enizidingayo nenizifunayo.
Zonke izinto ezenziwa ngoUbuy zikhuseleke kakhulu. Sisebenzisa iinkqubo zokufihla inkcazelo ezihambele phambili xa sihoya ukubhatala ukuze bakhuseleke ngokupheleleyo abathengi bethu abaxabisekileyo. Kwimeko engafane yenzeke okanye yokuphikisana ngemveliso engeyiyo okanye emoshakeleyo, ibuyiswa yonke imali ngokwepolisi yakwaUbuy.
Enkosi ngayo yonke inkxaso yakho osinike yona kule minyaka. We really value and appreciate that and will continue to provide better services every time you shop with us.
ukuthembeka
U-Ubuy uthumele iipasile ezingaphezu kwe-10 500 000 oko waqalisa ukubakhona ngo-2012. Wenza abathengi abazimiliyoni bafumane iimveliso ezinamagama nezoqobelo kumazwe angaphezu kwayi-180 emhlabeni wonke. Ikomkulu eliseKuwait, lenza kubekho iinkonzo zewebhusayithi ezikhuseleke kakhulu, lisebenzisa iiteknoloji zangoku; ukuze kubekho indlela elula yokuthenga kwi-intanethi.
U-Ubuy unewebhusayithi ekhuseleke kakhulu eneenkqubo zokufihla inkcazelo ezihambele phambili xa sihoya ukubhatala ukuze bakhuseleke ngokupheleleyo abathengi bethu abaxabisekileyo.
Ukusebenzisa Iiteknoloji Zokhuseleko ZangokuU-Ubuy usebenzisa iHTTPS eyindlela ekhuseleke ngakumbi yokugqithisela inkcazelo. Lonke unxibelelwano phakathi kwebrawza yakho newebhusayithi iyafihlwa nto leyo ethetha ukuba zonke izinto ezenziwa zikhuseleke ngakumbi. Zonke iinkcukacha zobuqu zikhuselwe ngeenetwekhi ezikhuselekileyo ukuqinisekis ukubayonke inkcazelo yomthengi igcinwa ikhuselekile kwaye iyimfihlo.
Ukongezelela, inkcazelo iyafihlwa ngeteknoloji yeSecure Socket Layer (SSL) ibe iwebhusayithi imane ihlolwa qho. Zonke izinto ezenziwayo zihoywa kwenye iwebhusayithi ibe azigcinwa okanye zihoywe kwiiseva zethu.
Ukukhuselwa Kwezinto Ezithunyelwayo Nokubuyiswa KwemaliKwaUbuy, ukukhuseleka kwepasile yakho kubalulekile kuthi. Sisoloko sikulungele ukuhoya iipasile zakho xa kunokwenzeka ilibaziseke ngenxa yokulibaziseka kweenqwelo-moya okanye kwemozulu embi. Siyaqinisekisa ukuba iipasile zithunyelwa kuwe ngexesha ngokuthi iindlela zokukhululwa kwezinto ezivela ngaphandle zibekhona size sisebenze ukuze siphephe iiholide zelizwe.
U-Ubuy ukholelwa ukuba umthengi kufuneka ahoyeke kakuhle, kwimeko engenakufane yenzeke, ibuyiswa yonke imali ngokwePolisi Yokubuyiswa Kwemali yakwaUbuy
Ukuze ufumane inkcazelo epheleleyo nceda uye kwiwebhusayithi yethu. Ukuba unamathandabuzo okanye imibuzo, nceda uzive ukhululekile ukuqhagamshelana nathi nanini na ku-info@ubuy.com. Sisoloko sikulungele kwaye sikuvuyela ukukunceda nokuba ube nexesha elimnandi nathi.